IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 40:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kwiintsuku ezintathu ukususela ngoku uFaro uya kuyiphakamisa isuke intloko yakho kuwe aze ngokuqinisekileyo akuxhome esibondeni;+ zize ngokuqinisekileyo iintaka ziyidle inyama yakho.”+

  • Numeri 25:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wathi ke ngoko uYehova kuMoses: “Thabatha bonke abaziintloko zabantu uze ubabhence kuYehova+ elangeni, ukuze kubuyiswe ukuvutha komsindo kaYehova kuSirayeli.”

  • Duteronomi 21:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Xa athe umntu waba nesono esifanelwe sisigwebo sokufa, wabulawa,+ waxhonywa esibondeni,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share