2 Samuweli 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 makunikelwe kuthi amadoda asixhenxe koonyana bayo;+ yaye simele siwabhencise+ kuYehova eGibheya+ yakwaSawule, onyuliweyo kaYehova.”+ Ngako oko ukumkani wathi: “Ndiya kuwanikela ngokwam.”
6 makunikelwe kuthi amadoda asixhenxe koonyana bayo;+ yaye simele siwabhencise+ kuYehova eGibheya+ yakwaSawule, onyuliweyo kaYehova.”+ Ngako oko ukumkani wathi: “Ndiya kuwanikela ngokwam.”