1 Samuweli 31:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko nangoko esuka onke amadoda anobukroti, ahamba ubusuku bonke aza asithabatha isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe eludongeni lwaseBhete-shan aza eza eYabheshe azitshisela apho.+
12 Ngoko nangoko esuka onke amadoda anobukroti, ahamba ubusuku bonke aza asithabatha isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe eludongeni lwaseBhete-shan aza eza eYabheshe azitshisela apho.+