INdumiso 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula ke wenza ubumnyama baba yindawo yakhe yokuzifihla,+Njengomnquba wakhe macala onke,Amanzi amnyama, iingqimba zamafu.+
11 Wandula ke wenza ubumnyama baba yindawo yakhe yokuzifihla,+Njengomnquba wakhe macala onke,Amanzi amnyama, iingqimba zamafu.+