INdumiso 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+ INdumiso 56:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngelo xesha iintshaba zam ziya kubuya, ngosuku endibiza ngalo;+Oku ndikwazi kakuhle, ukuba uThixo ungowam.+
7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+
9 Ngelo xesha iintshaba zam ziya kubuya, ngosuku endibiza ngalo;+Oku ndikwazi kakuhle, ukuba uThixo ungowam.+