Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe. INdumiso 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova uya kuwisa isigwebo kwizizwana.+Ndigwebe, Yehova, ngokobulungisa bam+Nangokwengqibelelo+ ekum. Isaya 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yithini kuya kuba kuhle ngalowo ulilungisa,+ kuba aya kudla isiqhamo sezenzo zawo.+ Hebhere 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
8 UYehova uya kuwisa isigwebo kwizizwana.+Ndigwebe, Yehova, ngokobulungisa bam+Nangokwengqibelelo+ ekum.
6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+