Yobhi 40:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Makuphalale ukudubuleka kokuvutha komsindo wakho,+Uze ubone bonke abanekratshi yaye ubahlise. INdumiso 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngenxa yokuba wena uya kubasindisa abantu abaxhwalekileyo;+Kodwa amehlo anekratshi uya kuwathoba.+ INdumiso 101:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+ Daniyeli 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+ 1 Petros 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+
27 Ngenxa yokuba wena uya kubasindisa abantu abaxhwalekileyo;+Kodwa amehlo anekratshi uya kuwathoba.+
5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+
37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+
5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+