Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ INdumiso 33:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uthanda ubulungisa nokusesikweni.+Umhlaba uzaliswe bububele obunothando bukaYehova.+ ISityhilelo 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+