Eksodus 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika.+ Yimani ngokuqinileyo, nilubone usindiso lukaYehova, aya kunenzela lona namhlanje.+ Kuba amaYiputa lawo niwabonayo namhlanje, anisayi kuze niphinde niwabone kwakhona.+
13 Wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika.+ Yimani ngokuqinileyo, nilubone usindiso lukaYehova, aya kunenzela lona namhlanje.+ Kuba amaYiputa lawo niwabonayo namhlanje, anisayi kuze niphinde niwabone kwakhona.+