INdumiso 18:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ndiya kuzitshitshisa ukuze zingakwazi ukuphakama kwakhona;+Ziya kuwa phantsi kweenyawo zam.+ INdumiso 110:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 110 Utsho uYehova eNkosini yam ukuthi:+“Hlala ngasekunene kwam+Ndide ndizibeke iintshaba zakho njengesitulo seenyawo zakho.”+ Malaki 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi.
110 Utsho uYehova eNkosini yam ukuthi:+“Hlala ngasekunene kwam+Ndide ndizibeke iintshaba zakho njengesitulo seenyawo zakho.”+
3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi.