2 Samuweli 22:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kwaye ndiya kuzitshabalalisa ndize ndizitshitshise,+ ukuze zingabi nakuphakama;+Yaye ziya kuwa phantsi kweenyawo zam.+ INdumiso 110:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uya kuphumeza umgwebo phakathi kweentlanga;+Uya kubangela ukuba kuzale izidumbu.+Ngokuqinisekileyo uya kumqhekeza lowo uyintloko kwilizwe elikhulu.+
39 Kwaye ndiya kuzitshabalalisa ndize ndizitshitshise,+ ukuze zingabi nakuphakama;+Yaye ziya kuwa phantsi kweenyawo zam.+
6 Uya kuphumeza umgwebo phakathi kweentlanga;+Uya kubangela ukuba kuzale izidumbu.+Ngokuqinisekileyo uya kumqhekeza lowo uyintloko kwilizwe elikhulu.+