INdumiso 18:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Uya kundisindisa ekuhlatyweni amadlala ngabantu.+Uya kundimisela ndibe yintloko yeentlanga.+Isizwana endingasazanga—siya kundikhonza.+ Isaya 55:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Khangela! Uya kubiza uhlanga ongalwaziyo,+ nabo bohlanga abebengakwazi baya kubalekela kuwe,+ ngenxa kaYehova uThixo wakho,+ nangenxa yaLowo Ungcwele kaSirayeli,+ ngokuba uya kube ekuhombisile.+ Isaya 65:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 “Ndizivumele ndafunwa+ ngabo babengandibuzi.+ Ndizivumele ndafunyanwa ngabo babengandifunanga.+ Ndathi, ‘Ndim lo, ndim lo!’+ kulo uhlanga olwalungabizanga egameni lam.+ Hoseya 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlwayela njengembewu yam emhlabeni,+ ndimenzele inceba ongenzelwanga nceba,+ ndithi kwabo bangengobantu bam: “Ungabantu bam”;+ bona baya kuthi: “UnguThixo wam.”’”+ IZenzo 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 USimiyon+ ubalise ngokucokisekileyo indlela uThixo okwesihlandlo sokuqala awayiphethulela ngayo ingqalelo yakhe ezintlangeni ukuba kuzo athabathe isizwana segama lakhe.+
43 Uya kundisindisa ekuhlatyweni amadlala ngabantu.+Uya kundimisela ndibe yintloko yeentlanga.+Isizwana endingasazanga—siya kundikhonza.+
5 Khangela! Uya kubiza uhlanga ongalwaziyo,+ nabo bohlanga abebengakwazi baya kubalekela kuwe,+ ngenxa kaYehova uThixo wakho,+ nangenxa yaLowo Ungcwele kaSirayeli,+ ngokuba uya kube ekuhombisile.+
65 “Ndizivumele ndafunwa+ ngabo babengandibuzi.+ Ndizivumele ndafunyanwa ngabo babengandifunanga.+ Ndathi, ‘Ndim lo, ndim lo!’+ kulo uhlanga olwalungabizanga egameni lam.+
23 Ngokuqinisekileyo ndiya kumhlwayela njengembewu yam emhlabeni,+ ndimenzele inceba ongenzelwanga nceba,+ ndithi kwabo bangengobantu bam: “Ungabantu bam”;+ bona baya kuthi: “UnguThixo wam.”’”+
14 USimiyon+ ubalise ngokucokisekileyo indlela uThixo okwesihlandlo sokuqala awayiphethulela ngayo ingqalelo yakhe ezintlangeni ukuba kuzo athabathe isizwana segama lakhe.+