IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 9:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Sithini na, ke ngoko? Sithi abantu beentlanga, nangona bengasukeli bulungisa,+ bafumana ubulungisa, ubulungisa obuphuma elukholweni;+

  • Roma 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uIsaya ukhalipha kakhulu aze athi: “Ndafunyanwa ngabo babengafuni mna;+ ndabonakala kwabo babengabuzisi ngam.”+

  • Efese 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 ngalo lona elo xesha naningenaye uKristu,+ nahlukanisiwe+ kwisizwe sikaSirayeli, ningabasemzini kwiminqophiso yesithembiso,+ ningenathemba+ yaye ningenaye uThixo ehlabathini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share