IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 33:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Unoyolo, Sirayeli!+

      Ngubani na onjengawe,+

      Sizwana esisindiswe nguYehova,+

      Olikhakha loncedo lwakho,+

      Nekrele lobuhandiba bakho?+

      Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+

      Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+

  • 1 Kumkani 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Yaye bonke abantu bomhlaba babefuna ubuso bukaSolomon ukuze beve ubulumko bakhe obabubekwe nguThixo entliziyweni yakhe.+

  • Isaya 61:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Baya kuma abasemzini baluse imihlambi yenu,+ abolunye uhlanga+ babe ngabalimi benu nabasebenzi-zidiliya benu.+

  • Zekariya 8:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share