2 Kronike 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Bonke ookumkani bomhlaba babefuna+ ubuso bukaSolomon ukuze beve ubulumko bakhe,+ obabubekwe nguTHIXO oyinyaniso entliziyweni yakhe.+ IMizekeliso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova unika ubulumko;+ emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.+
23 Bonke ookumkani bomhlaba babefuna+ ubuso bukaSolomon ukuze beve ubulumko bakhe,+ obabubekwe nguTHIXO oyinyaniso entliziyweni yakhe.+