-
1 Kumkani 11:38INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
38 Yaye ukuba uthobela konke oko ndiya kukuyalela kona, uze uhambe ezindleleni zam wenze oko kulungileyo emehlweni am ngokugcina imimiselo yam nemiyalelo yam, kanye njengoko uDavide umkhonzi wam wenzayo,+ nam ndiya kuba nawe,+ kwaye ndiya kukwakhela indlu ehlala ihleli, kanye njengoko ndamakhelayo uDavide,+ yaye ndiya kukunika uSirayeli.
-