1 Kumkani 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ukuba uya kuhamba ezindleleni zam ngokugcina imimiselo yam+ nemiyalelo yam, kanye njengoko uDavide uyihlo wahambayo,+ ndiya kuyolula nemihla yakho.”+ 1 Kumkani 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+
14 Kwaye ukuba uya kuhamba ezindleleni zam ngokugcina imimiselo yam+ nemiyalelo yam, kanye njengoko uDavide uyihlo wahambayo,+ ndiya kuyolula nemihla yakho.”+
5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+