1 Kronike 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Olu luludwe lwamadoda kaDavide anamandla: uYashobheyam+ unyana kaHakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe kumakhulu amathathu abulawa ngasihlandlo sinye.+ 1 Kronike 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Phezu kwesahlulo sokuqala kweyokuqala inyanga yayinguYashobheyam+ unyana kaZabhediyeli, kwisahlulo sakhe kwakukho amashumi amabini anesine amawaka.
11 Olu luludwe lwamadoda kaDavide anamandla: uYashobheyam+ unyana kaHakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe kumakhulu amathathu abulawa ngasihlandlo sinye.+
2 Phezu kwesahlulo sokuqala kweyokuqala inyanga yayinguYashobheyam+ unyana kaZabhediyeli, kwisahlulo sakhe kwakukho amashumi amabini anesine amawaka.