2 Samuweli 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngawo la amagama amadoda kaDavide anamandla:+ uYoshebhi-bhashebheti+ umTahakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu asibhozo abulawa ngasihlandlo sinye. 1 Kronike 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Olu luludwe lwamadoda kaDavide anamandla: uYashobheyam+ unyana kaHakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe kumakhulu amathathu abulawa ngasihlandlo sinye.+
8 Ngawo la amagama amadoda kaDavide anamandla:+ uYoshebhi-bhashebheti+ umTahakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu asibhozo abulawa ngasihlandlo sinye.
11 Olu luludwe lwamadoda kaDavide anamandla: uYashobheyam+ unyana kaHakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe kumakhulu amathathu abulawa ngasihlandlo sinye.+