1 Samuweli 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngako oko wabahlalisa phambi kokumkani wakwaMowabhi, baza baqhubeka behlala naye yonke loo mihla uDavide wayekwindawo engafikelelekiyo.+ 1 Kronike 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bambi boonyana bakaBhenjamin nabakaYuda baya kufikelela kwindawo ekunzima ukuyifikelela,+ kuDavide.
4 Ngako oko wabahlalisa phambi kokumkani wakwaMowabhi, baza baqhubeka behlala naye yonke loo mihla uDavide wayekwindawo engafikelelekiyo.+
16 Bambi boonyana bakaBhenjamin nabakaYuda baya kufikelela kwindawo ekunzima ukuyifikelela,+ kuDavide.