IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 22:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngoko uDavide wahamba apho+ waza wabalekela+ emqolombeni+ waseAdulam;+ yaye beva abantakwabo nendlu kayise iphela baza behla baya kuye apho.

  • 2 Samuweli 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kwehla ke isithathu sabaziintloko emashumini amathathu+ saza seza ekuvuneni, kuDavide emqolombeni waseAdulam;+ kwakumiswe inkampu yamaFilisti eyenze idolophana entilini yamaRefa.+

  • INdumiso 57:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 57 Ndibabale, Thixo, ndibabale,+ Kuba usabele kuwe umphefumlo wam;+

      Yaye ndisabela esithunzini samaphiko akho lide lidlule ishwangusha.+

  • INdumiso 142:umbhalo osemantla
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • IMaskili. EkaDavide, xa wayesemqolombeni.+ Umthandazo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share