1 Kronike 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada,+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; yaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ emhadini wamanzi.
22 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada,+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; yaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ emhadini wamanzi.