Genesis 43:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi uYuda kuye:+ “Indoda leyo yasinqonqozisa, isithi, ‘Anisayi kububona ubuso bam kwakhona ngaphandle kokuba umntakwenu ukunye nani.’+ Genesis 44:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa sathi, ‘Asinakuhla. Ukuba umninawa wethu omncinane ukunye nathi, siya kuhla, kuba asinakububona ubuso bendoda leyo ukuba umninawa wethu omncinane akakho kunye nathi.’+
3 Wathi uYuda kuye:+ “Indoda leyo yasinqonqozisa, isithi, ‘Anisayi kububona ubuso bam kwakhona ngaphandle kokuba umntakwenu ukunye nani.’+
26 Kodwa sathi, ‘Asinakuhla. Ukuba umninawa wethu omncinane ukunye nathi, siya kuhla, kuba asinakububona ubuso bendoda leyo ukuba umninawa wethu omncinane akakho kunye nathi.’+