ABagwebi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+ 2 Samuweli 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 khon’ ukuze bususwe ubukumkani endlwini kaSawule nokuze kumiswe itrone kaDavide phezu koSirayeli naphezu koYuda ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.”+
20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+
10 khon’ ukuze bususwe ubukumkani endlwini kaSawule nokuze kumiswe itrone kaDavide phezu koSirayeli naphezu koYuda ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.”+