ABagwebi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+ 2 Samuweli 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mna ndithi ukucebisa: Nakanjani na makuhlanganiselwe kuwe wonke uSirayeli, ukususela kwaDan kuse eBher-shebha,+ onjengentlabathi yolwandle ukuba mninzi,+ uye ke wena ngenkqu ekulweni.+ 2 Samuweli 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko wathi ukumkani kuYowabhi+ intloko yemikhosi yamajoni owayekunye naye: “Nceda, khawutyhutyhe kuzo zonke izizwe zikaSirayeli, ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha,+ nize nibhalise abantu,+ ukuze ndilazi inani labantu.”+ 1 Kumkani 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwaye uYuda+ noSirayeli baqhubeka behleli ngonqabiseko,+ wonk’ ubani phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ ukusuka kwaDan kuse eBher-shebha,+ yonke imihla kaSolomon.
20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+
11 Mna ndithi ukucebisa: Nakanjani na makuhlanganiselwe kuwe wonke uSirayeli, ukususela kwaDan kuse eBher-shebha,+ onjengentlabathi yolwandle ukuba mninzi,+ uye ke wena ngenkqu ekulweni.+
2 Ngoko wathi ukumkani kuYowabhi+ intloko yemikhosi yamajoni owayekunye naye: “Nceda, khawutyhutyhe kuzo zonke izizwe zikaSirayeli, ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha,+ nize nibhalise abantu,+ ukuze ndilazi inani labantu.”+
25 Kwaye uYuda+ noSirayeli baqhubeka behleli ngonqabiseko,+ wonk’ ubani phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ ukusuka kwaDan kuse eBher-shebha,+ yonke imihla kaSolomon.