2 Samuweli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UIshe-bhosheti, unyana kaSawule, wayeneminyaka engamashumi amane ubudala ukuba ngukumkani kwakhe phezu koSirayeli, yaye walawula njengokumkani kangangeminyaka emibini. Yindlu kaYuda+ kuphela eyazingqina ingabalandeli bakaDavide.
10 UIshe-bhosheti, unyana kaSawule, wayeneminyaka engamashumi amane ubudala ukuba ngukumkani kwakhe phezu koSirayeli, yaye walawula njengokumkani kangangeminyaka emibini. Yindlu kaYuda+ kuphela eyazingqina ingabalandeli bakaDavide.