Numeri 2:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngabo ke abo ababhaliswayo koonyana bakaSirayeli ngokwezindlu zooyise; bonke ababhaliswayo enkampini ngokwemikhosi yabo baba ngamakhulu amathandathu anesithathu amawaka anamakhulu mahlanu anamashumi mahlanu.+ Numeri 26:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ngabo aba ababhaliswayo koonyana bakaSirayeli: amakhulu amathandathu ananye amawaka anamakhulu asixhenxe anamashumi mathathu.+ 1 Kronike 27:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 UDavide akalithabathanga inani labaminyaka imashumi mabini ubudala nabangaphantsi, ngenxa yokuba uYehova wathembisa ukumandisa uSirayeli njengeenkwenkwezi zamazulu.+
32 Ngabo ke abo ababhaliswayo koonyana bakaSirayeli ngokwezindlu zooyise; bonke ababhaliswayo enkampini ngokwemikhosi yabo baba ngamakhulu amathandathu anesithathu amawaka anamakhulu mahlanu anamashumi mahlanu.+
51 Ngabo aba ababhaliswayo koonyana bakaSirayeli: amakhulu amathandathu ananye amawaka anamakhulu asixhenxe anamashumi mathathu.+
23 UDavide akalithabathanga inani labaminyaka imashumi mabini ubudala nabangaphantsi, ngenxa yokuba uYehova wathembisa ukumandisa uSirayeli njengeenkwenkwezi zamazulu.+