Genesis 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+ Hebhere 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke kumntu omnye,+ naye owayefana nofileyo,+ kwazalwa inkitha yabantwana abangangeenkwenkwezi zezulu nentlabathi engaselunxwemeni lolwandle, bengenakubalwa.+
5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+
12 Ngoko ke kumntu omnye,+ naye owayefana nofileyo,+ kwazalwa inkitha yabantwana abangangeenkwenkwezi zezulu nentlabathi engaselunxwemeni lolwandle, bengenakubalwa.+