IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku uDavide wathi+ kuNatan: “Ndonile kuYehova.”+ Wathi ke uNatan kuDavide: “NoYehova uyasidlulisa isono sakho.+ Akuyi kufa.+

  • 1 Kronike 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngenxa yoko wathi uDavide kuTHIXO oyinyaniso: “Ndonile+ kakhulu ngale nto ndiyenzileyo. Yaye ngoku, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share