Genesis 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+ INdumiso 32:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekugqibeleni isono sam ndisivumile kuwe, nesiphoso sam andisigubungelanga.+Ndithe: “Ndiya kukuvuma ukunxaxha kwam kuYehova.”+Waza wena wasixolela isiphoso sezono zam.+ Seʹlah. INdumiso 38:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Akukho ndawo iphilileyo enyameni yam ngenxa yesiqalekiso sakho.+Uxolo alukho emathanjeni am ngenxa yesono sam.+ INdumiso 51:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+ IMizekeliso 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+
9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+
5 Ekugqibeleni isono sam ndisivumile kuwe, nesiphoso sam andisigubungelanga.+Ndithe: “Ndiya kukuvuma ukunxaxha kwam kuYehova.”+Waza wena wasixolela isiphoso sezono zam.+ Seʹlah.
3 Akukho ndawo iphilileyo enyameni yam ngenxa yesiqalekiso sakho.+Uxolo alukho emathanjeni am ngenxa yesono sam.+
4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+
13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+