Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ Yobhi 34:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ewe, enyanisweni, uThixo akenzi ngobungendawo,+Yaye uSomandla akawugqwethi umgwebo.+ IZililo 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Zizenzo zobubele bothando+ bukaYehova ukuba sibe asifikanga esiphelweni sethu,+ ngenxa yokuba iinceba zakhe ngokuqinisekileyo aziyi kuphela.+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
22 Zizenzo zobubele bothando+ bukaYehova ukuba sibe asifikanga esiphelweni sethu,+ ngenxa yokuba iinceba zakhe ngokuqinisekileyo aziyi kuphela.+