IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko wathi: “Ngokuqinisekileyo ndibona onke amaSirayeli echithachithwe+ ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye uYehova wahlabela mgama wathi: ‘Aba abanazo iinkosi. Mababuyele ngoxolo ngamnye endlwini yakhe.’”+

  • INdumiso 44:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Usiyekela njengezimvu, njengento edliwayo,+

      Kwaye usisasazile phakathi kweentlanga.+

  • INdumiso 95:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba yena nguThixo wethu, thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe.+

      Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share