2 Samuweli 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UDavide ke wabiza omnye wabafana waza wathi: “Sondela. Mbethe.” Yena ke wamxabela ngokokuze afe.+ INdumiso 55:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+
23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+