2 Samuweli 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 xa omnye wandixelelayo,+ esithi, ‘Nanku uSawule efile,’ yaye yena emehlweni akhe waba njengozisa iindaba ezilungileyo, noko ke, mna ndambamba ndaza ndambulala+ eTsikelage xa kwakuyimfanelo ngam ukuba ndimnike umrhumo womthunywa; 1 Kumkani 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko nangoko uKumkani uSolomon wathumela ngoBhenaya+ unyana kaYehoyada; yaye wamhlasela, kangangokude afe.+
10 xa omnye wandixelelayo,+ esithi, ‘Nanku uSawule efile,’ yaye yena emehlweni akhe waba njengozisa iindaba ezilungileyo, noko ke, mna ndambamba ndaza ndambulala+ eTsikelage xa kwakuyimfanelo ngam ukuba ndimnike umrhumo womthunywa;
25 Ngoko nangoko uKumkani uSolomon wathumela ngoBhenaya+ unyana kaYehoyada; yaye wamhlasela, kangangokude afe.+