2 Samuweli 3:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Bamngcwabela ke eHebron uAbhinere; yaye ukumkani waliphakamisa ilizwi lakhe waza walila kwindawo angcwatyelwe kuyo uAbhinere, baza bonke abantu basuka balila.+
32 Bamngcwabela ke eHebron uAbhinere; yaye ukumkani waliphakamisa ilizwi lakhe waza walila kwindawo angcwatyelwe kuyo uAbhinere, baza bonke abantu basuka balila.+