1 Samuweli 30:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UDavide nabantu awayekunye nabo baliphakamisa ilizwi labo baza balila,+ kwada akwabikho mandla kubo okulila kwakhona. 2 Samuweli 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Benza ke isijwili balila+ baza bazila ukutya+ kwada kwangokuhlwa ngenxa kaSawule nangenxa kaYonatan unyana wakhe nangenxa yabantu bakaYehova nangenxa yendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba babewile ngekrele.
4 UDavide nabantu awayekunye nabo baliphakamisa ilizwi labo baza balila,+ kwada akwabikho mandla kubo okulila kwakhona.
12 Benza ke isijwili balila+ baza bazila ukutya+ kwada kwangokuhlwa ngenxa kaSawule nangenxa kaYonatan unyana wakhe nangenxa yabantu bakaYehova nangenxa yendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba babewile ngekrele.