2 Samuweli 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nendlu yakho nobukumkani bakho ngokuqinisekileyo buya kuqina ukusa kwixesha elingenammiselo phambi kwakho; netrone yakho kanye iya kumiselwa ngokuqinileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”’”+ 1 Kronike 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye uDavide wazi ukuba uYehova ummisele ngokuqinileyo+ njengokumkani phezu koSirayeli, kuba ubukumkani bakhe baphakanyiswa kakhulu ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.+ INdumiso 41:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngako oku ndiyazi ukuba uyayoliswa ndim,Ngenxa yokuba utshaba lwam aludumi ngoloyiso phezu kwam.+ INdumiso 89:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Isandla sam esinaye siya kuqina,+Nengalo yam iya kumomeleza.+
16 Nendlu yakho nobukumkani bakho ngokuqinisekileyo buya kuqina ukusa kwixesha elingenammiselo phambi kwakho; netrone yakho kanye iya kumiselwa ngokuqinileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”’”+
2 Yaye uDavide wazi ukuba uYehova ummisele ngokuqinileyo+ njengokumkani phezu koSirayeli, kuba ubukumkani bakhe baphakanyiswa kakhulu ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.+