IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.

  • INdumiso 80:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Isandla sakho masibe phezu komntu okwisandla sakho sasekunene,+

      Phezu konyana womntu ozomelezele yena,+

  • Isaya 42:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Khangela! Umkhonzi wam,+ endimxhasayo!+ Onyuliweyo wam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam!+ Ndifake umoya wam kuye.+ Uya kuzizisela okusesikweni iintlanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share