Zekariya 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokuqinisekileyo ilizwe liya kwenza isijwili,+ intsapho nganye iyodwa; intsapho yendlu kaDavide iyodwa, nabafazi babo bebodwa;+ intsapho yendlu kaNatan+ iyodwa, nabafazi babo bebodwa; Luka 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 unyana kaMeleya,unyana kaMena,unyana kaMatatha,unyana kaNatan,+unyana kaDavide,+
12 Ngokuqinisekileyo ilizwe liya kwenza isijwili,+ intsapho nganye iyodwa; intsapho yendlu kaDavide iyodwa, nabafazi babo bebodwa;+ intsapho yendlu kaNatan+ iyodwa, nabafazi babo bebodwa;