1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+ 1 Kronike 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye aba wabazalelwa eYerusalem:+ uShimeya+ noShobhabhi+ noNatan+ noSolomon,+ abane ngoBhatshebha+ intombi ka-Amiyeli,+ Mateyu 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 uYese wazala uDavide+ ukumkani.+UDavide wazala uSolomon+ ngomfazi kaUriya;
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
5 Yaye aba wabazalelwa eYerusalem:+ uShimeya+ noShobhabhi+ noNatan+ noSolomon,+ abane ngoBhatshebha+ intombi ka-Amiyeli,+