1 Kronike 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uDavide wenyukela eBhahali-peratsim+ waza wawaxabela apho. UDavide wathi: “UTHIXO oyinyaniso uzityhobozele iintshaba zam ngesandla sam njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto balibiza igama laloo ndawo+ ngokuba yiBhahali-peratsim.
11 Ngoko uDavide wenyukela eBhahali-peratsim+ waza wawaxabela apho. UDavide wathi: “UTHIXO oyinyaniso uzityhobozele iintshaba zam ngesandla sam njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto balibiza igama laloo ndawo+ ngokuba yiBhahali-peratsim.