2 Samuweli 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko uDavide weza eBhahali-peratsim,+ yaye uDavide wawaxabela apho. Wathi yena: “UYehova uzityhobozele iintshaba zam+ phambi kwam, njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto wabiza igama laloo ndawo ngokuba yiBhahali-peratsim.+ Isaya 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+
20 Ngoko uDavide weza eBhahali-peratsim,+ yaye uDavide wawaxabela apho. Wathi yena: “UYehova uzityhobozele iintshaba zam+ phambi kwam, njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto wabiza igama laloo ndawo ngokuba yiBhahali-peratsim.+
21 Kuba uYehova uya kusuka kanye njengaseNtabeni yePerazim,+ uya kuphazamiseka kanye njengasentilini kufuphi neGibheyon,+ ukuze enze isenzo sakhe—isenzo sakhe esimangalisayo—nokuze asebenze umsebenzi wakhe—umsebenzi wakhe awuqhelekanga.+