1 Samuweli 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ayinqumla ke intloko yakhe,+ amhluba izikrweqe zakhe aza athumela kwilizwe lamaFilisti macala onke ukwazisa+ izindlu zoothixo bawo+ nabantu. INdumiso 115:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Zinezandla, kodwa aziphathi.+Zineenyawo, kodwa azihambi;+Azivakalisi sandi ngomqala wazo.+ Isaya 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngaloo mini umntu wasemhlabeni uya kubaphosa koocwethe nasemalulwaneni oothixo bakhe besilivere abangenaxabiso noothixo bakhe begolide abangenaxabiso abamenzela bona ukuze aqubude kubo,+ Habhakuki 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
9 Ayinqumla ke intloko yakhe,+ amhluba izikrweqe zakhe aza athumela kwilizwe lamaFilisti macala onke ukwazisa+ izindlu zoothixo bawo+ nabantu.
20 Ngaloo mini umntu wasemhlabeni uya kubaphosa koocwethe nasemalulwaneni oothixo bakhe besilivere abangenaxabiso noothixo bakhe begolide abangenaxabiso abamenzela bona ukuze aqubude kubo,+
18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+