1 Kronike 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye kothi ekuveni kwakho isandi sokumatsha kumphezulu wamatyholo emibhaka,+ wandule ukuphuma ulwe,+ ngenxa yokuba uTHIXO oyinyaniso uya kube ephumile phambi kwakho+ ukuya kuxabela iqela lamaFilisti.”
15 Yaye kothi ekuveni kwakho isandi sokumatsha kumphezulu wamatyholo emibhaka,+ wandule ukuphuma ulwe,+ ngenxa yokuba uTHIXO oyinyaniso uya kube ephumile phambi kwakho+ ukuya kuxabela iqela lamaFilisti.”