ABagwebi 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye kwathi ngobo busuku+ uYehova wathi kuye: “Vuka, yehlela enkampini, kuba ndiyinikele esandleni sakho.+ 1 Samuweli 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ukuba angathetha ngale ndlela, ‘Nyukani nize kuthi!’ simele ke sinyuke, ngenxa yokuba ngokuqinisekileyo uYehova uya kuwanikela esandleni sethu, yaye lo ngumqondiso kuthi.”+
9 Yaye kwathi ngobo busuku+ uYehova wathi kuye: “Vuka, yehlela enkampini, kuba ndiyinikele esandleni sakho.+
10 Kodwa ukuba angathetha ngale ndlela, ‘Nyukani nize kuthi!’ simele ke sinyuke, ngenxa yokuba ngokuqinisekileyo uYehova uya kuwanikela esandleni sethu, yaye lo ngumqondiso kuthi.”+