1 Kronike 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi ke kamsinya nje akuba uDavide ehlala endlwini yakhe,+ uDavide wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ndihlala endlwini yomsedare,+ kodwa ityeya+ yomnqophiso kaYehova iphantsi kwamalaphu entente.”+
17 Kwathi ke kamsinya nje akuba uDavide ehlala endlwini yakhe,+ uDavide wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ndihlala endlwini yomsedare,+ kodwa ityeya+ yomnqophiso kaYehova iphantsi kwamalaphu entente.”+