1 Kumkani 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya. 1 Kronike 29:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,
8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya.
29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,