Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+ 1 Kumkani 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ‘Kususela ngemini endabakhupha ngayo abantu bam amaSirayeli eYiputa andinyulanga+ sixeko kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ukuba sakhe indlu+ yegama lam+ ukuba liqhubeke lilapho; kodwa ndiya kunyula uDavide ukuba aphathe abantu bam amaSirayeli.’+
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
16 ‘Kususela ngemini endabakhupha ngayo abantu bam amaSirayeli eYiputa andinyulanga+ sixeko kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ukuba sakhe indlu+ yegama lam+ ukuba liqhubeke lilapho; kodwa ndiya kunyula uDavide ukuba aphathe abantu bam amaSirayeli.’+