5 ‘Kususela ngemini endabakhupha ngayo abantu bam amaSirayeli elizweni laseYiputa andinyulanga sixeko kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ukuba sakhe indlu yegama lam+ ukuba liqhubeke lilapho, yaye andinyulanga mntu ukuba abe yinkokeli yabantu bam amaSirayeli.+