1 Kumkani 1:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kanye njengoko uYehova waba nenkosi yam ukumkani,+ makabe noSolomon,+ yaye wanga angayenza itrone yakhe ibe nkulu ngakumbi+ kunetrone yenkosi yam uKumkani uDavide.” 1 Kronike 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani+ bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo ukuba uthe wazimisela ngamandla ukwenza imiyalelo yam+ nezigwebo zam,+ njengoko kunjalo namhlanje.’ INdumiso 89:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ‘Ndiya kuyimisela ngokuqinileyo imbewu yakho kude kube lixesha elingenammiselo,+Yaye ndiza kuyakha itrone+ yakho ukusa kwizizukulwana ngezizukulwana.’” Seʹlah. INdumiso 89:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Imbewu yakhe iya kubakho de kuse kwixesha elingenammiselo,+Netrone yakhe ibe njengelanga phambi kwam.+ Luka 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 kwaye uya kulawula njengokumkani phezu kwendlu kaYakobi ngonaphakade, yaye ubukumkani+ bakhe abuyi kuba nasiphelo.”
37 Kanye njengoko uYehova waba nenkosi yam ukumkani,+ makabe noSolomon,+ yaye wanga angayenza itrone yakhe ibe nkulu ngakumbi+ kunetrone yenkosi yam uKumkani uDavide.”
7 Ngokuqinisekileyo ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani+ bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo ukuba uthe wazimisela ngamandla ukwenza imiyalelo yam+ nezigwebo zam,+ njengoko kunjalo namhlanje.’
4 ‘Ndiya kuyimisela ngokuqinileyo imbewu yakho kude kube lixesha elingenammiselo,+Yaye ndiza kuyakha itrone+ yakho ukusa kwizizukulwana ngezizukulwana.’” Seʹlah.
36 Imbewu yakhe iya kubakho de kuse kwixesha elingenammiselo,+Netrone yakhe ibe njengelanga phambi kwam.+
33 kwaye uya kulawula njengokumkani phezu kwendlu kaYakobi ngonaphakade, yaye ubukumkani+ bakhe abuyi kuba nasiphelo.”